UNgongo nemibutho yegalufa baqhogene ngphuhliso eGqeberha
Kubuyile ukuzithemba kuNomeva obethe uBravo kutshanje
UTinkler ufike nomncedisi wakhe kwiSikhukhune United
UMzantsi Afrika ubeke iliso lawo kwiCHAN
ABantwana boMzantsi Afrika banethemba lokuphindisa kwiNigeria
URiveiro uvuyela ukuya phambili kwiNedbank Cup
UNasreddine Nabi uthi konwabe wonke umntu emva kokuphumelela kweChiefs
Amakhosi abethe iStellenbosch emdlalweni weNedbank Cup
IMarumo Gallants izibethe iDurban City emdlalweni weNedbank Cup
Amakhosi acambalalise iStellenbosch FC
UChaine uweze iPirates emdlalweni weNedbank Cup namhlanje
IPirates iza kudlalela ukudlula kwiSuperSport United ngomso.
UDu Preez uthi badinga inkxaso yabalandeli eGqeberha ngomso
USiyabonga Ndlozi noMbekezeli Mbokazi banikwe ithuba lokudlala emdlalweni okwinqanaba eliphezulu okokuqala ebomini babo.
UManqoba Mngqithi uthi ukusebenza kwakhe nabadlali beSundowns ngaphambili kuko okumncedileyo.
UDa Gama ukhala ngokonzakala kwabadlali kwiMagesi FC.
Isebe leZemidlalo, uBugcisa neNkcubeko ligqibe kwelokuba kubekho isithebe sengxoxo ukuze kuphicothwe imiba edla umzi kwezemidlalo.
UNasreddine Nabi uwamkele amanqaku amathathu afunyenwe liqela lakhe.
UManqoba Mngqithi ngumqeqeshi omtsha weGolden Arrows.
UMzantsi Afrika uza kudibana neNew Zealand emdlalweni weChampions Trophy olandelayo.
UJali (Andile) noThabo September ongumqeqeshi weChippa United. ...
UPhumelela Cafu exhagwe ngumqeqeshi nomphathi weBoxing 5 Promotions. ...
Abadlalela AmaZulu, uNkosikhona Radebe no-Elmo Kambindu bevuyela igowuli elifakwe kwiCape Town City emdlalweni weBetway Premiership obuseKing Zwelithini Stadium. ...
Abadlali beKaizer Chiefs ebaleni labo eNaturena kutshanje. ...
Amakhosi neMamelodi Sundowns emdlalweni weBetway Premiership obubanjelwe eLucas Moripe Stadium. ...